-
Roma 9:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 kuba xa ayengekazalwa yaye engekazenzi izinto ezintle okanye ezimbi, uThixo wachaza ukuba leliphi aza kulikhetha. Kaloku uThixo ukhetha umntu afuna ukumkhetha, kuba akakhethi exhomekeke kwimisebenzi eyenziwa ngumntu.
-