Roma 9:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kunjengokuba esithi kwincwadi kaHoseya: “Abo bangengobantu bam+ ndiza kuthi ‘bangabantu bam,’ nakumfazi obengathandwa ndiza kuthi ‘sithandwa’;+
25 Kunjengokuba esithi kwincwadi kaHoseya: “Abo bangengobantu bam+ ndiza kuthi ‘bangabantu bam,’ nakumfazi obengathandwa ndiza kuthi ‘sithandwa’;+