Roma 9:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngaphezu koko, uIsaya uthi ngoSirayeli: “Nangona oonyana bakaSirayeli bebaninzi njengesanti yolwandle, bambalwa abaza kusindiswa.+
27 Ngaphezu koko, uIsaya uthi ngoSirayeli: “Nangona oonyana bakaSirayeli bebaninzi njengesanti yolwandle, bambalwa abaza kusindiswa.+