Roma 10:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa iSibhalo sithi ngobulungisa obufunyanwa ngenxa yokholo: “Sukuthi entliziyweni yakho,+ ‘Ngubani oza kunyuka aye ezulwini?’+ oko kukuthi, ukuze ahlise uKristu,
6 Kodwa iSibhalo sithi ngobulungisa obufunyanwa ngenxa yokholo: “Sukuthi entliziyweni yakho,+ ‘Ngubani oza kunyuka aye ezulwini?’+ oko kukuthi, ukuze ahlise uKristu,