Roma 11:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UThixo akazange abalahle abantu bakhe, awayebakhethe kwasekuqaleni.+ Anazi na ukuba sithini iSibhalo ngoEliya, xa wayekhalazela amaSirayeli kuThixo?
2 UThixo akazange abalahle abantu bakhe, awayebakhethe kwasekuqaleni.+ Anazi na ukuba sithini iSibhalo ngoEliya, xa wayekhalazela amaSirayeli kuThixo?