Roma 11:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Mandibuze ke, bakhubeka na baza bawa abakwazi ukuphakama? Akunjalo! Kodwa ngenxa yokumosha kwabo, kusindiswa abantu beentlanga, yaye loo nto ibenza babe nomona.+ Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:11 “Sonke ISibhalo”, iphe. 208
11 Mandibuze ke, bakhubeka na baza bawa abakwazi ukuphakama? Akunjalo! Kodwa ngenxa yokumosha kwabo, kusindiswa abantu beentlanga, yaye loo nto ibenza babe nomona.+