Roma 11:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Yinyani leyo! Ophulwe ngenxa yokungabi nalukholo,+ kodwa wena umi ngenxa yokholo.+ Sukuziphakamisa ke, endaweni yoko lumka.
20 Yinyani leyo! Ophulwe ngenxa yokungabi nalukholo,+ kodwa wena umi ngenxa yokholo.+ Sukuziphakamisa ke, endaweni yoko lumka.