Roma 14:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ucinga ukuba ungubani le nto ude ugwebe isicaka somnye umntu?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kuxhomekeke enkosini yaso.+ Nyhani ke, siza kwenziwa sime, kuba uYehova* uyakwazi ukusenza sime. Roma ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:4 IMboniselo,4/15/2010, iphe. 15
4 Ucinga ukuba ungubani le nto ude ugwebe isicaka somnye umntu?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kuxhomekeke enkosini yaso.+ Nyhani ke, siza kwenziwa sime, kuba uYehova* uyakwazi ukusenza sime.