-
Roma 14:23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
23 Kodwa ukuba uyathandabuza aze atye, sele egwetyiwe, kuba uza kube engatyi ngenxa yokholo lwakhe. Enyanisweni, yonke into engenziwa ngenxa yokholo isisono.
-