Roma 15:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kuba ndithi kuni uKristu waba luncedo kwabo bolukileyo+ ukuze angqine ukuba uThixo unenyani, aze abaqinisekise ukuba ziza kwenzeka izinto uThixo awazithembisa ookhokho babo,+
8 Kuba ndithi kuni uKristu waba luncedo kwabo bolukileyo+ ukuze angqine ukuba uThixo unenyani, aze abaqinisekise ukuba ziza kwenzeka izinto uThixo awazithembisa ookhokho babo,+