Roma 15:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 nokuze iintlanga zimzukise uThixo ngenxa yokuba enenceba.+ Kunjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Yiloo nto ndiza kukuzukisa phakathi kweentlanga, ndize ndilidumise ngengoma igama lakho.”+
9 nokuze iintlanga zimzukise uThixo ngenxa yokuba enenceba.+ Kunjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Yiloo nto ndiza kukuzukisa phakathi kweentlanga, ndize ndilidumise ngengoma igama lakho.”+