1 Korinte 16:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ayanibulisa amabandla aseAsiya. UAkwila noPriska kunye nebandla elingenela endlini yabo+ banibulisa ngokusuka entliziyweni njengabalandeli beNkosi. 1 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:19 IMboniselo,8/15/2007, iphe. 10
19 Ayanibulisa amabandla aseAsiya. UAkwila noPriska kunye nebandla elingenela endlini yabo+ banibulisa ngokusuka entliziyweni njengabalandeli beNkosi.