2 Korinte 1:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Asifuni ningazi bazalwana ngobunzima esajongana nabo kwiphondo laseAsiya.+ Satsala nzima ngendlela engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga nangobomi bethu,+ 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:8 Ukunikela Ubungqina, iphe. 163
8 Asifuni ningazi bazalwana ngobunzima esajongana nabo kwiphondo laseAsiya.+ Satsala nzima ngendlela engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga nangobomi bethu,+