2 Korinte 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kuba ndanibhalela ndisebunzimeni, intliziyo yam ibuhlungu yaye ndilila iinyembezi. Ndandingazami ukunikhathaza,+ kodwa ndandifuna nazi indlela endinithanda ngayo.
4 Kuba ndanibhalela ndisebunzimeni, intliziyo yam ibuhlungu yaye ndilila iinyembezi. Ndandingazami ukunikhathaza,+ kodwa ndandifuna nazi indlela endinithanda ngayo.