2 Korinte 3:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Usenze safaneleka ukuba sikhonze phantsi kwesivumelwano esitsha,+ singakhokelwa ngumthetho obhaliweyo+ kodwa sikhokelwe ngumoya; kuba umthetho obhaliweyo ukhokelela ekufeni,+ kodwa umoya uyaphilisa.+ 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:6 IMboniselo,2/15/2002, iphe. 24-25 11/15/2000, iphe. 17-19 “Sonke ISibhalo”, iphe. 24
6 Usenze safaneleka ukuba sikhonze phantsi kwesivumelwano esitsha,+ singakhokelwa ngumthetho obhaliweyo+ kodwa sikhokelwe ngumoya; kuba umthetho obhaliweyo ukhokelela ekufeni,+ kodwa umoya uyaphilisa.+