2 Korinte 3:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 ibe asifani noMoses owayesogquma ubuso bakhe+ ukuze oonyana bakaSirayeli bangayiboni into eyayiza kwenzeka kumthetho owawuza kupheliswa.
13 ibe asifani noMoses owayesogquma ubuso bakhe+ ukuze oonyana bakaSirayeli bangayiboni into eyayiza kwenzeka kumthetho owawuza kupheliswa.