2 Korinte 4:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sicinezelwe zizinto ezininzi kodwa asixinekanga ukuba side singakwazi ukushukuma; sibhidekile kodwa loo nto ayithethi kuthi asinayo tu indlela yokuphuma;*+
8 Sicinezelwe zizinto ezininzi kodwa asixinekanga ukuba side singakwazi ukushukuma; sibhidekile kodwa loo nto ayithethi kuthi asinayo tu indlela yokuphuma;*+