2 Korinte 4:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba nangona ubunzima esijongene nabo buyinto egqithayo nencinci, busizisela uzuko olungenakulinganiswa nanto noluza kuhlala ngonaphakade.+
17 Kuba nangona ubunzima esijongene nabo buyinto egqithayo nencinci, busizisela uzuko olungenakulinganiswa nanto noluza kuhlala ngonaphakade.+