2 Korinte 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Abantu bacinga ukuba siselusizini kodwa siyavuya, bacinga ukuba singamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, bacinga ukuba asinanto kodwa sinayo yonke into.+
10 Abantu bacinga ukuba siselusizini kodwa siyavuya, bacinga ukuba singamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, bacinga ukuba asinanto kodwa sinayo yonke into.+