2 Korinte 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko ke bazalwana abathandekayo, ekubeni sinezi zithembiso,+ masicoce imizimba yethu neengqondo zethu,+ ukuze siye sisiba ngcwele njengoko sisoyika uThixo. 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:1 “Uthando LukaThixo”, iphe. 93-95 IMboniselo,11/1/2006, iphe. 26 Ulonwabo Lwentsapho, iphe. 45-48
7 Ngoko ke bazalwana abathandekayo, ekubeni sinezi zithembiso,+ masicoce imizimba yethu neengqondo zethu,+ ukuze siye sisiba ngcwele njengoko sisoyika uThixo.