-
2 Korinte 9:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 kuba ndiyazi ukuba niyafuna ukubanceda. Ndiqhayisa ngani kubantu baseMakedoni, ndibaxelela ukuba nina apho eAkhaya sele ingunyaka nikulungele ukunceda, yaye ukuzimisela kwenu kubakhuthazile abaninzi kubo.
-