-
2 Korinte 10:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Kuba abanye bathi: “Iileta zakhe ziyoyikisa kwaye zinamandla, kodwa xa elapha, uba yekeyeke, athethe izinto ezingacacanga.”
-