2 Korinte 10:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kuba asinasibindi sokuzifanisa okanye sokuzithelekisa nabantu abaziphakamisayo.+ Kodwa xa bona bezigweba ngendlela ababona ngayo, bezithelekisa bodwa, babonisa ukuba abasebenzisi ngqondo.+
12 Kuba asinasibindi sokuzifanisa okanye sokuzithelekisa nabantu abaziphakamisayo.+ Kodwa xa bona bezigweba ngendlela ababona ngayo, bezithelekisa bodwa, babonisa ukuba abasebenzisi ngqondo.+