-
2 Korinte 10:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Asiqhayisi ngomsebenzi owenziwe ngomnye umntu obungathunywanga thina, kodwa sinethemba lokuba njengokuba ukholo lwenu luya lusomelela, nomsebenzi esiwunikiweyo uza kuya usanda. Ngoko siza kutsho senze umsebenzi ongakumbi,
-