2 Korinte 11:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa ndiyoyika ukuba kanye njengokuba inyoka yamqhathayo uEva ngamaqhinga ayo,+ nani iingqondo zenu zisenokungcoliswa, nize niyeke ukuba msulwa nokucoceka njengokuba nimele nibe njalo kuKristu.+ 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:3 “Uthando LukaThixo”, iphe. 192 IMboniselo,10/15/2002, iphe. 8
3 Kodwa ndiyoyika ukuba kanye njengokuba inyoka yamqhathayo uEva ngamaqhinga ayo,+ nani iingqondo zenu zisenokungcoliswa, nize niyeke ukuba msulwa nokucoceka njengokuba nimele nibe njalo kuKristu.+