2 Korinte 11:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 ndisebenza, ndibulaleka, ndingalali ebusuku,+ ndilamba, ndinxanwa,+ amaxesha amaninzi ndingenanto yakutya,+ ndigodola yaye ndingenanto yakunxiba.* 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:27 IMboniselo,7/15/2000, iphe. 26-27
27 ndisebenza, ndibulaleka, ndingalali ebusuku,+ ndilamba, ndinxanwa,+ amaxesha amaninzi ndingenanto yakutya,+ ndigodola yaye ndingenanto yakunxiba.*