2 Korinte 13:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Okokugqibela, bazalwana, qhubekani nivuya, nilungiswa, nithuthuzelwa,+ nicinga ngokuvumelanayo,+ nihlala ngoxolo;+ yaye uThixo onothando nonika uxolo+ uza kuba nani. 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:11 IMboniselo,9/1/2008, iphe. 5
11 Okokugqibela, bazalwana, qhubekani nivuya, nilungiswa, nithuthuzelwa,+ nicinga ngokuvumelanayo,+ nihlala ngoxolo;+ yaye uThixo onothando nonika uxolo+ uza kuba nani.