Galati 2:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa abo bantu babebonakala ngathi babalulekile nabahlonitshwayo,+ nantoni na ababedume ngayo ayithethi nto kum, kuba uThixo akajongi ukuba umntu unjani ngaphandle, ngoko akukho nto intsha bandifundisa yona.
6 Kodwa abo bantu babebonakala ngathi babalulekile nabahlonitshwayo,+ nantoni na ababedume ngayo ayithethi nto kum, kuba uThixo akajongi ukuba umntu unjani ngaphandle, ngoko akukho nto intsha bandifundisa yona.