14 Kodwa ndathi ndakubona ukuba izinto abazenzayo ziyangqubana nenyaniso yeendaba ezilungileyo,+ ndathi kuKefas phambi kwabo bonke: “Ukuba wena nakuba ungumYuda, uphila njengeentlanga kunokuba uphile njengamaYuda, kutheni ufuna ukuba abantu beentlanga baphile njengamaYuda?”+