-
Galati 2:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 siyaqonda ukuba umntu akuthiwa lilungisa kuba esenza izinto ezifunwa ngumthetho, kodwa uba lilungisa kuphela ngenxa yokuba nokholo+ kuYesu Kristu.+ Ngoko siye sanokholo kuKristu Yesu, ukuze kuthiwe singamalungisa ngenxa yokuba nokholo kuKristu, kungekhona kuba senze izinto ezifunwa ngumthetho, kuba akukho mntu kuza kuthiwa lilungisa ngenxa yokwenza izinto ezifunwa ngumthetho.+
-