Galati 3:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba uThixo akathi umntu lilungisa ngenxa yokuthobela kwakhe umthetho,+ kuba “umntu olilungisa uza kuphila ngenxa yokuba nokholo.”+ Galati ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:11 Imini KaYehova, iphe. 187-188
11 Ngaphezu koko, kuyabonakala ukuba uThixo akathi umntu lilungisa ngenxa yokuthobela kwakhe umthetho,+ kuba “umntu olilungisa uza kuphila ngenxa yokuba nokholo.”+