-
Galati 3:21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Ngaba loo nto ithetha ukuba uMthetho uyaphikisana nezithembiso zikaThixo? Tu ke ngoku! Kaloku ukuba bekukho umthetho owenza abantu bafumane ubomi, abantu bebeza kuba ngamalungisa ngenxa yaloo mthetho.
-