Galati 5:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba izinto ezifunwa ngumzimba onesono zilwisana nomoya kaThixo, yaye umoya kaThixo ulwisana nomzimba onesono; kuba ezi zinto azidibani, ukuze ningazenzi izinto enifuna ukuzenza.+
17 Kuba izinto ezifunwa ngumzimba onesono zilwisana nomoya kaThixo, yaye umoya kaThixo ulwisana nomzimba onesono; kuba ezi zinto azidibani, ukuze ningazenzi izinto enifuna ukuzenza.+