Filipi 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Andazi ukuba mandikhethe eyiphi kwezi zinto zimbini, kuba ndiyafuna kona ukukhululeka ndize ndibe kunye noKristu,+ nto leyo ebhetele kunazo zonke.+ Filipi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:23 IMboniselo,8/15/2008, iphe. 28
23 Andazi ukuba mandikhethe eyiphi kwezi zinto zimbini, kuba ndiyafuna kona ukukhululeka ndize ndibe kunye noKristu,+ nto leyo ebhetele kunazo zonke.+