Filipi 1:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngoko ke, ziphatheni ngendlela ezifaneleyo iindaba ezilungileyo ezingoKristu,+ ukuze nokuba ndikunye nani okanye andikho, ndive ukuba nomelele yaye nicinga ngokufanayo, nimanyene,+ niyancedisana ukuze nibe nokholo kwiindaba ezilungileyo, Filipi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:27 IMboniselo,8/15/2012, iphe. 11-12 9/15/2010, iphe. 13-14
27 Ngoko ke, ziphatheni ngendlela ezifaneleyo iindaba ezilungileyo ezingoKristu,+ ukuze nokuba ndikunye nani okanye andikho, ndive ukuba nomelele yaye nicinga ngokufanayo, nimanyene,+ niyancedisana ukuze nibe nokholo kwiindaba ezilungileyo,