Kolose 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 nokuthi amsebenzise ekwenzeni zonke ezinye izinto+ zibe seluxolweni naye, ngokuthi adale uxolo ngegazi+ elachitheka kwisibonda sokungcungcutheka,* kungakhathaliseki ukuba zizinto ezisemhlabeni okanye ezisemazulwini. Kolose ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:20 Sondela KuYehova, iphe. 146-147 IMboniselo,8/15/2011, iphe. 24 1/15/2009, iphe. 28-29
20 nokuthi amsebenzise ekwenzeni zonke ezinye izinto+ zibe seluxolweni naye, ngokuthi adale uxolo ngegazi+ elachitheka kwisibonda sokungcungcutheka,* kungakhathaliseki ukuba zizinto ezisemhlabeni okanye ezisemazulwini.