Kolose 2:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kuba ndifuna nibuqonde ubunzima endijongene nabo ngenxa yenu, ngenxa yabo bonke abo baseLawodike+ nangenxa yabo bonke abo bangekandiboni. Kolose ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:1 IMboniselo,7/15/2009, iphe. 3-4
2 Kuba ndifuna nibuqonde ubunzima endijongene nabo ngenxa yenu, ngenxa yabo bonke abo baseLawodike+ nangenxa yabo bonke abo bangekandiboni.