Kolose 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngenxa yokuba ninobuhlobo naye, niye noluswa ngendlela eyahlukileyo kwindlela abaqhele ukwenza ngayo abantu, nahlukana nezono ezenziwa ngumzimba,+ noluka ngendlela kaKristu.+
11 Ngenxa yokuba ninobuhlobo naye, niye noluswa ngendlela eyahlukileyo kwindlela abaqhele ukwenza ngayo abantu, nahlukana nezono ezenziwa ngumzimba,+ noluka ngendlela kaKristu.+