Hebhere 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ke siyambona uYesu, owayenziwe wangaphantsi kancinci kwiingelosi,+ ethweswe uzuko nembeko ngenxa yokuba weva intlungu yokufa,+ ukuze angcamle ukufa ngenxa yabo bonke abantu kuba uThixo enobubele.*+
9 Kodwa ke siyambona uYesu, owayenziwe wangaphantsi kancinci kwiingelosi,+ ethweswe uzuko nembeko ngenxa yokuba weva intlungu yokufa,+ ukuze angcamle ukufa ngenxa yabo bonke abantu kuba uThixo enobubele.*+