Hebhere 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 emva kwexesha elide, uphinda abeke usuku oluthile, ngokuthi kwindumiso kaDavide, “namhlanje”; kanye njengokuba kutshiwo ngasentla: “Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje, sanukuzenza lukhuni iintliziyo zenu.”+
7 emva kwexesha elide, uphinda abeke usuku oluthile, ngokuthi kwindumiso kaDavide, “namhlanje”; kanye njengokuba kutshiwo ngasentla: “Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje, sanukuzenza lukhuni iintliziyo zenu.”+