Hebhere 7:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Akaziwa utata nomama wakhe, nomlibo wakhe wokuzalwa awaziwa, yaye asaziwa nesiqalo seentsuku zakhe nokuphela kobomi bakhe, kodwa wenziwe wanjengoNyana kaThixo, ngoko uhlala engumbingeleli ngonaphakade.+
3 Akaziwa utata nomama wakhe, nomlibo wakhe wokuzalwa awaziwa, yaye asaziwa nesiqalo seentsuku zakhe nokuphela kobomi bakhe, kodwa wenziwe wanjengoNyana kaThixo, ngoko uhlala engumbingeleli ngonaphakade.+