Hebhere 7:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ewe kona, ngokutsho koMthetho, oonyana bakaLevi+ abenziwa ababingeleli bafumana umyalelo wokuba baqokelele izishumi ebantwini,+ kubantakwabo, nangona nabo beyinzala ka-Abraham.
5 Ewe kona, ngokutsho koMthetho, oonyana bakaLevi+ abenziwa ababingeleli bafumana umyalelo wokuba baqokelele izishumi ebantwini,+ kubantakwabo, nangona nabo beyinzala ka-Abraham.