-
Hebhere 10:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Emva kokuba eqale wathi: “Awufunanga mibingelelo, ungayifunanga neminikelo etshiswayo neminikelo yesono.” Le mibingelelo yenziwa kuba ifunwa nguMthetho.
-