Hebhere 11:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngenxa yokholo uAbraham,+ xa wayebizwa, wathobela waphuma waya kwindawo awayeza kuyinikwa ibe lilifa lakhe; waphuma, nangona wayengazi ukuba uya phi.+
8 Ngenxa yokholo uAbraham,+ xa wayebizwa, wathobela waphuma waya kwindawo awayeza kuyinikwa ibe lilifa lakhe; waphuma, nangona wayengazi ukuba uya phi.+