Hebhere 11:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko umntu omnye owayefana nofileyo,+ waba nabantwana+ abaninzi okweenkwenkwezi zezulu nabangenakubalwa njengesanti engaselwandle.+
12 Ngoko umntu omnye owayefana nofileyo,+ waba nabantwana+ abaninzi okweenkwenkwezi zezulu nabangenakubalwa njengesanti engaselwandle.+