Hebhere 13:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko ke noYesu weva ubunzima ngaphandle kwegeyithi yesixeko,+ ukuze angcwalise abantu ngegazi lakhe.+
12 Ngoko ke noYesu weva ubunzima ngaphandle kwegeyithi yesixeko,+ ukuze angcwalise abantu ngegazi lakhe.+