1 Petros 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Yena ke wakhethwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi,*+ kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu.+ 1 Petros ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:20 IMboniselo,6/1/2006, iphe. 23
20 Yena ke wakhethwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi,*+ kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu.+