3 Yohane 10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko ke, xa ndifika apho, ndiza kuzibhenca zonke izinto ezimbi azithetha ngathi, engcolisa amagama ethu.+ Akoneli nayileyo. Ude angafuni nokubamkela ngembeko abazalwana,+ ezama ukubanqanda nokubagxotha ebandleni abo bafuna ukubamkela. 3 Yohane ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10 IMboniselo(Efundwayo),5/2017, iphe. 28 IMboniselo,1/15/2006, iphe. 21-22
10 Ngoko ke, xa ndifika apho, ndiza kuzibhenca zonke izinto ezimbi azithetha ngathi, engcolisa amagama ethu.+ Akoneli nayileyo. Ude angafuni nokubamkela ngembeko abazalwana,+ ezama ukubanqanda nokubagxotha ebandleni abo bafuna ukubamkela.