ISityhilelo 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wonwabile umntu owafunda ngokuvakalayo amazwi esi siprofeto nabo bawevayo amazwi aso, nabazenzayo izinto ezibhalwe kuso,+ kuba ixesha elibekiweyo lisondele. ISityhilelo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:3 IMboniselo,1/15/2009, iphe. 31
3 Wonwabile umntu owafunda ngokuvakalayo amazwi esi siprofeto nabo bawevayo amazwi aso, nabazenzayo izinto ezibhalwe kuso,+ kuba ixesha elibekiweyo lisondele.