ISityhilelo 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Mna Yohane, umzalwana wenu ova ubunzima kunye nani+ noza kulawula kunye nani ebukumkanini,+ nonyamezeleyo+ ngokumanyene noYesu,+ ndaba kwisiqithi ekuthiwa yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nangokungqina ngoYesu.
9 Mna Yohane, umzalwana wenu ova ubunzima kunye nani+ noza kulawula kunye nani ebukumkanini,+ nonyamezeleyo+ ngokumanyene noYesu,+ ndaba kwisiqithi ekuthiwa yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nangokungqina ngoYesu.